Disemba 9-15
INDUMISO 119:1-56
Ingoma 124 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. “Umfana Angayigcina Njani Icocekile Indlela Yakhe?”
(imiz. 10)
Hlala ulumkile (INd 119:9; w87 11/1 18 ¶10)
Namathela kwizikhumbuzo zikaThixo (INd 119:24, 31, 36; w06 6/15 25 ¶1)
Ungazijongi izinto ezingafanelekanga (INd 119:37 w10 4/15 20 ¶2)
KHAWUZIBUZE, ‘Zeziphi izikhumbuzo endiye ndazifumana ukuze ndihlale ndicocekile emehlweni kaYehova?’
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 119—Yabhalwa njani le Ndumiso ibe inoba yayibhalelwa ntoni? (w05 4/15 10 ¶2)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 119:1-32 (th isifundo 5)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qalisa incoko nomtu odibana naye endleleni njengoko ushumayela kwindlu ngendlu. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Umntu obuthethe naye ebekuxelele ukuba usanda kuswelekelwa ngumntu amthandayo. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)
6. Intetho
(imiz. 5) ijwyp 83—Umxholo: Ndingenza Njani Ukuze Ndingavumi Xa Ndilingwa? (th isifundo 20)
Ingoma 40
7. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano-kaDisemba
(imiz. 10) Yidlale.
8. Iimfuno Zebandla
(imiz. 5)
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 19 ¶6-13