BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 Ileta Yokuqala Eya KwabaseKorinte Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1-3) UPawulos ubulela uThixo kuba encede amaKorinte (4-9) Bacelwa ukuba bamanyane (10-17) UKristu, amandla nobulumko bukaThixo (18-25) Ukuqhayisa ngoYehova kuphela (26-31) 2 UPawulos ushumayela eKorinte (1-5) Ubukhulu bobulumko bukaThixo (6-10) Umntu okhokelwa ngumoya kaThixo nomntu olandela iminqweno yakhe (11-16) 3 AmaKorinte asakhokelwa yiminqweno yehlabathi (1-4) NguThixo okhulisayo (5-9) Ukusebenza noThixo (9) Yakha ngezinto ezingatshiyo (10-15) Niyitempile kaThixo (16, 17) Ubulumko behlabathi bubudenge kuThixo (18-23) 4 Amagosa kufuneka athembeke (1-5) Abo basetyenziswa nguThixo bafanele bathobeke (6-13) “Ningagqithi kwizinto ezibhaliweyo” (6) AmaKristu abukelwe ngabantu behlabathi lonke (9) UPawulos ubakhathalele abantwana bakhe elukholweni (14-21) 5 Ityala lomntu owaziphatha kakubi ngesondo (1-5) Igwele elincinci liyibilisa yonke intlama (6-8) Umenzi-bubi ufanele asuswe (9-13) 6 Amatyala phakathi kwabazalwana (1-8) Abantu abangazukungena eBukumkanini (9-11) Dumisani uThixo ngemizimba yenu (12-20) “Ningaze niziphathe kakubi ngesondo!” (18) 7 Amacebiso aya kubantu abangatshatanga nabatshatileyo (1-16) Hlala uyilaa ndlela wawuyiyo xa uThixo wakukhethayo (17-24) Abantu abangatshatanga nabahlolokazi (25-40) Izinto ekunceda ngazo ukungatshati (32-35) ‘Tshata kuphela nomntu ongumlandeli weNkosi’ (39) 8 Ukutya okubingelelwe kwizithixo (1-13) Kuthi kukho uThixo omnye (5, 6) 9 Umzekelo kaPawulos njengompostile (1-27) “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo” (9) ‘Ndisengxakini ukuba andishumayeli’ (16) Ukuba zizinto zonke kumntu wonke (19-23) Ukukwazi ukuzibamba njengoko sikugqatso lobomi (24-27) 10 Silumkiswa ngezinto ezenzeka kumaSirayeli (1-13) Silumkiswa ngokukhonza izithixo (14-22) Itafile kaYehova, itafile yeedemon (21) Inkululeko nokucingela abanye (23-33) “Yonke into yenzeleni ukuzukisa uThixo” (31) 11 “Ndilinganiseni” (1) Ukuba yintloko nokuthwala entloko (2-16) Ukwenza iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa (17-34) 12 Iziphiwo zomoya oyingcwele (1-11) Umzimba omnye, amalungu amaninzi (12-31) 13 Uthando yeyona nto ibalulekileyo (1-13) 14 Iziphiwo zokuprofeta nezokuthetha ngeelwimi (1-25) Iintlanganiso zamaKristu ezinocwangco (26-40) Indlela abaziphatha ngayo abafazi ebandleni (34, 35) 15 Ukuvuswa kukaKristu (1-11) Ukholo lusekelwe eluvukweni (12-19) Uvuko lukaKristu luyasiqinisekisa (20-34) Umzimba wenyama, umzimba womoya (35-49) Ukungafi nokungonakali (50-57) Ukuba nento eninzi yokwenza emsebenzini weNkosi (58) 16 Kuqokelelwa iminikelo eya kumaKristu aseYerusalem (1-4) Iindawo aceba ukuya kuzo uPawulos (5-9) Kulungiselelwa ukufika kukaTimoti noApolo (10-12) Ukhuthazo nemibuliso (13-24) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg