BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 Incwadi Yokuqala YooKumkani Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 Oko kuqulethweyo 1 UDavide noAbhishagi (1-4) UAdoniya ufuna ukulawula (5-10) UNatan noBhatshebha bachazela uDavide ngesenzo sika-Adoniya (11-27) UDavide uyalela ukuba uSolomon athanjiswe (28-40) UAdoniya ubalekela esibingelelweni (41-53) 2 UDavide uyalela uSolomon (1-9) UDavide uyafa; uSolomon uhlala etroneni (10-12) Amaqhinga ka-Adoniya abangela afe (13-25) UAbhiyatare uyagxothwa; uYowabhi uyabulawa (26-35) UShimeyi uyabulawa (36-46) 3 USolomon utshata intombi kaFaro (1-3) UYehova uvela kuSolomon ephupheni (4-15) USolomon ucela ubulumko (7-9) USolomon ugweba ityala loomama ababini (16-28) 4 Izikhundla zabantu ababephantsi koSolomon (1-19) Ilizwe liyaphumelela phantsi kolawulo lukaSolomon (20-28) Kuhlelwe ngoxolo phantsi komthi weediliya naphantsi komthi wamafiya (25) Ubulumko bukaSolomon nemizekeliso yakhe (29-34) 5 UKumkani uHiram unikisa ngempahla yokwakha (1-12) Abasebenzi bakaSolomon ababhalisiweyo (13-18) 6 USolomon wakha itempile (1-38) Elona gumbi lingaphakathi (19-22) Iikherubhi (23-28) Kuzotywa imifanekiso, iingcango, iyadi engaphakathi (29-36) ITempile yakhiwa igqitywe kwiminyaka emalunga nesixhenxe (37, 38) 7 Izindlu zikaSolomon (1-12) UHiram oyincutshe uncedisa uSolomon (13-47) Iintsika ezimbini zekopolo (15-22) ULwandle lwekopolo (23-26) Iinqwelo zekopolo ezilishumi nezitya zekopolo (27-39) Izinto ezenziwe ngegolide zigqityiwe ukwenziwa (48-51) 8 ITyeya iziswa etempileni (1-13) USolomon uthetha nabantu (14-21) Umthandazo kaSolomon wokunikezelwa kwetempile (22-53) USolomon usikelela abantu (54-61) Imibingelelo netheko lokunikezela itempile (62-66) 9 UYehova uphinda avele kuSolomon (1-9) USolomon unika uHiram isipho (10-14) Ezinye izinto ezenziwa nguSolomon (15-28) 10 Ukumkanikazi waseShebha uzokubona uSolomon (1-13) Ubutyebi bukaSolomon (14-29) 11 Abafazi bakaSolomon balahlekisa intliziyo yakhe (1-13) Iintshaba zikaSolomon (14-25) UYerobhoham uthenjiswa ngezizwe ezilishumi (26-40) USolomon uyafa; uRehobhoham uba ngukumkani (41-43) 12 Impendulo erhabaxa kaRehobhoham (1-15) Izizwe ezilishumi ziyemka kulawulo lukaRehobhoham (16-19) UYerobhoham uba ngukumkani wakwaSirayeli (20) URehobhoham kuthiwa makangalwi namaSirayeli (21-24) Kunqulwa ithole likaYerobhoham (25-33) 13 Kuprofetwa ngesibingelelo esiseBheteli (1-10) Isibingelelo siqhekeka phakathi (5) Indoda yakwaThixo ayithobeli (11-34) 14 UAhiya uprofeta ngento eza kwehlela uYerobhoham (1-20) URehobhoham ulawula uYuda (21-31) UShishaki uyahlasela (25, 26) 15 UAbhiyam, ukumkani wakwaYuda (1-8) UAsa, ukumkani wakwaYuda (9-24) UNadabhi, ukumkani wakwaSirayeli (25-32) UBhahasha, ukumkani wakwaSirayeli (33, 34) 16 UYehova ugweba uBhahasha (1-7) UElaha, ukumkani wakwaSirayeli (8-14) UZimri, ukumkani wakwaSirayeli (15-20) UOmri, ukumkani wakwaSirayeli (21-28) UAhabhi, ukumkani wakwaSirayeli (29-33) UHiyeli uphinda akhe iYeriko (34) 17 Umprofeti uEliya uprofeta ngembalela (1) Amahlungulu aphathela uEliya ukutya (2-7) UEliya utyelela umhlolokazi eTsarefathi (8-16) Unyana womhlolokazi uyafa aze avuswe (17-24) 18 UEliya udibana no-Obhadiya noAhabhi (1-18) UEliya nabaprofeti bakaBhahali eKarmele (19-40) ‘Anicaci icala enikulo’ (21) Iyaphela imbalela yeminyaka emithathu enesiqingatha (41-46) 19 UEliya ubaleka uIzebhele onomsindo (1-8) UYehova uvela kuEliya eHorebhe (9-14) UEliya uza kuthambisa uHazayeli (15-18) UElisha uyakhethwa ukuba angene endaweni kaEliya (19-21) 20 AmaSiriya alwa noAhabhi (1-12) UAhabhi woyisa amaSiriya (13-34) Kuprofetwa ngento eza kwehlela uAhabhi (35-43) 21 UAhabhi ufuna intsimi yeediliya kaNabhoti (1-4) Ngamaqhinga uIzebhele ubulalisa uNabhoti (5-16) Umyalezo kaEliya ngento eza kwehlela uAhabhi (17-26) UAhabhi uyazithoba (27-29) 22 Ubuhlobo bukaYehoshafati noAhabhi (1-12) UMikaya uprofeta ngokoyiswa kwamaSirayeli (13-28) Umoya oqhatha uAhabhi (21, 22) UAhabhi ubulawe eRamoti-giliyadi (29-40) UYehoshafati ulawula uYuda (41-50) UAhaziya ukumkani wakwaSirayeli (51-53) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 YooKumkani INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 YooKumkani IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 YooKumkani https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg