BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 Incwadi Yesibini YooKumkani Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 Oko kuqulethweyo 1 UEliya uprofeta ngokufa kuka-Ahaziya (1-18) 2 UEliya unyuswa ngesaqhwithi somoya (1-18) UElisha ufumana isambatho sikaEliya (13, 14) UElisha wenza amanzi aseYeriko aseleke (19-22) Amakhwenkwe aseBheteli abulawa ngamabhere (23-25) 3 UYehoram, ukumkani wakwaSirayeli (1-3) AmaMowabhi alwa namaSirayeli (4-25) AmaMowabhi oyiswa ngamaSirayeli (26, 27) 4 UElisha uyenza ibe ninzi ioli yomhlolokazi (1-7) Umfazi womShunem wamkela iindwendwe ngobubele (8-16) Umfazi womShunem ufumana unyana; unyana uyafa (17-31) UElisha uvusa unyana ofileyo (32-37) UElisha wenza isityu sityeke (38-41) UElisha wenza isonka sibe sininzi (42-44) 5 UElisha uphilisa iqhenqa likaNahaman (1-19) UGehazi onyolukileyo ubethwa ngeqhenqa (20-27) 6 UElisha wenza intloko yezembe idade (1-7) UElisha ulwa namaSiriya (8-23) Amehlo esicaka sikaElisha ayavuleka (16, 17) AmaSiriya enziwa angaboni (18, 19) Kukho indlala kwiSamariya erhangqiweyo (24-33) 7 UElisha uprofeta ukuba iza kuphela indlala (1, 2) Kufunyanwa ukutya kwinkampu yamaSiriya engenabantu (3-15) Into eprofetwe nguElisha iyenzeka (16-20) 8 Umfazi womShunem ubuyiselwa umhlaba wakhe (1-6) UElisha, uBhen-hadadi noHazayeli (7-15) UYehoram, ukumkani wakwaYuda (16-24) UAhaziya, ukumkani wakwaYuda (25-29) 9 UYehu wenziwa ukumkani wakwaSirayeli (1-13) UYehu ubulala uYehoram noAhaziya (14-29) UIzebhele uyabulawa, inyama yakhe ityiwa zizinja (30-37) 10 UYehu ubulala indlu ka-Ahabhi (1-17) UYehonadabhi uba kwicala likaYehu (15-17) UYehu ubulala abakhonzi bakaBhahali (18-27) Ukulawula kukaYehu (28-36) 11 UAtaliya ubhukuqa ukumkani (1-3) UYehowashe wenziwa ukumkani emfihlekweni (4-12) UAtaliya uyabulawa (13-16) UYehoyada utshintsha izinto (17-21) 12 UYehowashe, ukumkani wakwaYuda (1-3) UYehowashe ulungisa itempile (4-16) AmaSiriya ayahlasela (17, 18) UYehowashe uyabulawa (19-21) 13 UYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli (1-9) UYehowashe, ukumkani wakwaSirayeli (10-13) UElisha uvavanya ukuzinikela kukaYehowashe (14-19) UElisha uyafa; amathambo akhe avusa umntu ofileyo (20, 21) Kuzaliseka isiprofeto sokugqibela sikaElisha (22-25) 14 UAmatsiya, ukumkani wakwaYuda (1-6) UYuda ulwa imfazwe noEdom kunye noSirayeli (7-14) UYehowashe wakwaSirayeli uyafa (15, 16) UAmatsiya uyafa (17-22) UYerobhoham II, ukumkani wakwaSirayeli (23-29) 15 UAzariya, ukumkani wakwaYuda (1-7) Ookumkani bokugqibela bakwaSirayeli: UZekariya (8-12), uShalum (13-16), uMenahem (17-22), uPekahiya (23-26), uPeka (27-31) UYotham, ukumkani wakwaYuda (32-38) 16 UAhazi, ukumkani wakwaYuda (1-6) UAhazi unyoba ama-Asiriya (7-9) UAhazi wenza isibingelelo esifana nesabantu abakhonza izithixo (10-18) UAhazi uyafa (19, 20) 17 UHosheya, ukumkani wakwaSirayeli (1-4) Ukuwa kwamaSirayeli (5, 6) USirayeli usiwa ekuthinjweni ngenxa yokuwexuka (7-23) Kuhlaliswa abanye abantu kwizixeko zaseSamariya (24-26) AmaSamariya akhonza oothixo abahlukahlukeneyo (27-41) 18 UHezekiya, ukumkani wakwaYuda (1-8) Ukuwa kwamaSirayeli (9-12) USenaribhe uhlasela kwaYuda (13-18) IRabheshake idelela uYehova (19-37) 19 UHezekiya ucela uIsaya ukuba acele uncedo kuThixo (1-7) USenaribhe ugrogrisa iYerusalem (8-13) Umthandazo kaHezekiya (14-19) UIsaya uchaza impendulo kaThixo (20-34) Ingelosi ibulala ama-Asiriya ayi-185 000 (35-37) 20 UHezekiya uyagula aze achache (1-11) Abantu abathunywe bevela eBhabhiloni (12-19) UHezekiya uyafa (20, 21) 21 UManase, ukumkani wakwaYuda; ukubulala kwakhe abantu (1-18) IYerusalem iza kutshatyalaliswa (12-15) UAmon, ukumkani wakwaYuda (19-26) 22 UYosiya, ukumkani wakwaYuda (1, 2) Indlela itempile emele ilungiswe ngayo (3-7) Kufunyanwa incwadi yoMthetho (8-13) UHulida uprofeta ukuba kuza kubakho intlekele (14-20) 23 UYosiya utshintsha izinto (1-20) Kubhiyozelwa iPasika (21-23) UYosiya uyaqhubeka etshintsha izinto (24-27) UYosiya uyafa (28-30) UYehowahazi, ukumkani wakwaYuda (31-33) UYehoyakim, ukumkani wakwaYuda (34-37) 24 UYehoyakim akathobeli aze afe (1-7) UYehoyakin, ukumkani wakwaYuda (8, 9) Iqela lokuqala ukuthinjelwa eBhabhiloni (10-17) UZedekiya, ukumkani wakwaYuda nokungathobeli kwakhe (18-20) 25 UNebhukadenetsare urhangqa iYerusalem (1-7) Kutshatyalaliswa iYerusalem netempile; Iqela lesibini ukuthinjelwa eBhabhiloni (8-21) UGedaliya wenziwa umlawuli (22-24) UGedaliya uyabulawa; abantu babalekela eYiputa (25, 26) UYehoyakin uyakhululwa eBhabhiloni (27-30) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YooKumkani INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YooKumkani IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YooKumkani https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg