BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 Ileta KaYakobi Izahluko 1 2 3 4 5 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1) Ukunyamezela kwenza sivuye (2-15) Ukuphumelela ebunzimeni (3) Qhubekani nicela ninokholo (5-8) Umnqweno ukhokelela esonweni nasekufeni (14, 15) Nasiphi na isipho esihle sivela emazulwini (16-18) Ukuva nokwenza into ethethwa lilizwi (19-25) Umntu ozijonga esipilini (23, 24) Ukukhonza ngendlela ecocekileyo (26, 27) 2 Ukucalula sisono (1-13) Uthando, umthetho wakomkhulu (8) Ukholo olungenamisebenzi lufile (14-26) Iidemon ziyakholelwa zize zoyike (19) UAbraham kuthiwa ngumhlobo kaYehova (23) 3 Ukwenza ulwimi luzole (1-12) Abaninzi akufuneki babe ngabafundisi (1) Ubulumko obuvela emazulwini (13-18) 4 Sukuba ngumhlobo wehlabathi (1-12) Mchaseni uMtyholi (7) Sondelani kuThixo (8) Kulumkiswa ngokuqhayisa (13-17) “Ukuba uYehova uyathanda” (15) 5 Kulumkiswa izityebi (1-6) UThixo uyabasikelela abantu abanyamezelayo (7-11) “Uewe” wenu makabe nguewe (12) Umthandazo wokholo unamandla (13-18) Ukunceda umoni abuye (19, 20) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYakobi INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYakobi IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYakobi https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg