Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

A7-G

Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—UYesu Ugqibezela Umsebenzi Wakhe EYerusalem (Inxalenye 1)

IXESHA

INDAWO

INTO EYENZEKAYO

MATEYU

MARKO

LUKA

YOHANE

33, Nisan 8

EBhethani

UYesu ufika kwiintsuku ezintandathu ngaphambi kwePasika

     

11:55–12:1

Nisan 9

EBhethani

UMariya ugalela ioli entlokweni nasezinyaweni zakhe

26:​6-​13

14:​3-9

 

12:​2-​11

EBhethani-Bhethefage-Yerusalem

Ungena eYerusalem oyisile, ekhwele idonki

21:​1-​11, 14-​17

11:​1-​11

19:​29-​44

12:​12-​19

Nisan 10

EBhethani-Yerusalem

Ushwabulela umthi wamafiya; uphinda acoce itempile

21:​18, 19; 21:​12, 13

11:​12-​17

19:​45, 46

 

EYerusalem

Ababingeleli abaziintloko nababhali bapheka iqhinga lokubulala uYesu

 

11:​18, 19

19:​47, 48

 

UYehova uyathetha; uYesu uchaza ngokufa kwakhe; amaYuda awakholwa njengoko wayeprofetile uIsaya

     

12:​20-​50

Nisan 11

EBhethani-Yerusalem

Isifundo kumthi wamafiya obunileyo

21:​19-​22

11:​20-​25

   

EYerusalem, etempileni

Kuphikiswa igunya lakhe; umzekelo woonyana ababini

21:​23-​32

11:​27-​33

20:​1-8

 

Imizekelo: abalimi abakhohlakeleyo, itheko lomtshato

21:33–​22:14

12:​1-​12

20:​9-​19

 

Uphendula imibuzo ngoThixo noKesare, uvuko, umthetho omkhulu

22:​15-​40

12:​13-​34

20:​20-​40

 

Ubuza igquba labantu ukuba uKristu ungunyana kaDavide na

22:​41-​46

12:​35-​37

20:​41-​44

 

Baza kuthi shu ababhali nabaFarisi

23:​1-​39

12:​38-​40

20:​45-​47

 

Ubona umnikelo womhlolokazi

 

12:​41-​44

21:​1-4

 

ENtabeni YemiNquma

Uthetha ngobukho bakhe obuzayo

24:​1-​51

13:​1-​37

21:​5-​38

 

Imizekelo: iintombi ezilishumi, iitalente, iigusha neebhokhwe

25:​1-​46

     

Nisan 12

EYerusalem

Iinkokheli zamaYuda ziceba ukumbulala

26:​1-5

14:​1, 2

22:​1, 2

 

UYudas uyamjikela

26:​14-​16

14:​10, 11

22:​3-6

 

Nisan 13 (Emva kwemini ngoLwesine)

Kufuphi naphakathi eYerusalem

Ulungiselela iPasika yokugqibela

26:​17-​19

14:​12-​16

22:​7-​13

 

Nisan 14

EYerusalem

Utya iPasika nabapostile

26:​20, 21

14:​17, 18

22:​14-​18

 

Uhlamba iinyawo zabapostile

     

13:​1-​20