A7-C
Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Umsebenzi Omninzi Owenziwa NguYesu EGalili (Inxalenye 1)
IXESHA |
INDAWO |
INTO EYENZEKAYO |
MATEYU |
MARKO |
LUKA |
YOHANE |
---|---|---|---|---|---|---|
30 |
EGalili |
UYesu utsho okokuqala ukuba “sele buza kufika uBukumkani bamazulu” |
||||
EKana; eNazarete; eKapernahum |
Uphilisa unyana wegosa; ufunda umsongo kaIsaya; uya eKapernahum |
|||||
Kulwandle lwaseGalili, kufutshane naseKapernahum |
Ubiza abafundi abane: uSimon noAndreya, uYakobi noYohane |
|||||
EKapernahum |
Uphilisa umkhwekazi kaSimon nabanye |
|||||
EGalili |
Uhambo lokuqala eGalili, nabafundi abane |
|||||
Uphilisa oneqhenqa; ulandelwa ligquba labantu |
||||||
EKapernahum |
Uphilisa umntu ofe umzimba |
|||||
Ubiza uMateyu; utya nabaqokeleli berhafu; umbuzo ngokuzila ukutya |
||||||
KwaYuda |
Ushumayela kwindlu yenkonzo yamaYuda |
|||||
31, iPasika |
EYerusalem |
Uphilisa indoda egulayo eBhetesayida; amaYuda afuna ukumbulala |
||||
Ubuyela eYerusalem (?) |
Abafundi bakha ingqolowa ngeSabatha; uYesu “yiNkosi yeSabatha” |
|||||
EGalili; uLwandle LwaseGalili |
Uphilisa isandla sendoda ngeSabatha; ulandelwa ligquba labantu; uphilisa abantu abaninzi ngakumbi |
|||||
Kwintaba ekufutshane naseKapernahum |
Ukhetha abapostile abayi-12 |
|||||
Kufutshane naseKapernahum |
Unikela iNtshumayelo yaseNtabeni |
|||||
EKapernahum |
Uphilisa isicaka segosa lomkhosi |
|||||
ENayin |
Uvusa unyana womhlolokazi |
|||||
ETibheriyo; eGalili (eNayin okanye kufutshane nayo) |
UYohane uthumela abafundi bakhe kuYesu; inyaniso ityhilelwa abantwana abancinci; idyokhwe yobubele |
|||||
EGalili (eNayin okanye kufutshane nayo) |
Umfazi ongumoni uthambisa iinyawo zakhe ngeoli; umzekelo wabantu ababoleka imali |
|||||
EGalili |
Uhambo lwesibini lokuya kushumayela, nabafundi abayi-12 |
|||||
Ugxotha iidemon; isono esingaxolelekiyo |
||||||
Akenzi mmangaliso kodwa uthetha ngokaYona |
||||||
Kuza umama wakhe nabantakwabo; uthi abafundi zizalamane zakhe |