UVUKANI! Meyi 2015 | Ithemba Kumahlwempu Nabangenamakhaya
IBhayibhile ayisibonisi indlela abanokuncedwa ngayo nje kuphela abantu abangamahlwempu nabangenamakhaya, kodwa isichazela ngexesha apho ezi zinto ziza kupheliswa.
OKWENZEKA EHLABATHINI
Makhe Sithethe NgeAsia
Ziziphi iingxaki ezithwaxa abemi baseAsia mayela nokubafundisa nokubakhusela? Ngaba iBhayibhile ingabanceda?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ithemba Kumahlwempu Nabangenamakhaya
Amacebiso aseBhayibhileni angakunceda kwezoqoqosho nangokweemvakalelo.
UKUNCEDA INTSAPHO
Ukufundisa Abantwana Ukuba Bathobele
Ngaba wena nomntwana wakho nisoloko nisedabini, kwaye kubonakala ngathi nguye osoloko ephumelela? Amacebiso amahlanu anokuba luncedo.
“UThixo Uyasithuthuzela”
Amaxhoba amathathu awayevingcelwe kwisikolo saseBeslan ngo-2004 abalisa ngendlela aye asinda ngayo.
IIFOTO ZAKUDALA
Ual-Khwarizmi
Kuthiwa lo mArabhu owayephila ngenkulungwane yesibhozo wasungula “[Esona] sixhobo sezibalo sakhe sabaluleka kwezakha zakho.”
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ubundlobongela
UThixo ubujonga njani ubundlobongela? Ngaba abantu abanobundlobongela banokutshintsha?
NGABA YADALWA?
Ukukhanyisa KweBobtail Squid YaseHawaii
Esi silwanyana asikhanyiseli ukuze sibone kodwa ukuze singabonwa.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani?
Khawukhe ungene ngaphakathi.
Ukuthi Ndiyacela Nokuthi Enkosi
USihle ufumanisa ukuba ukusebenzisa la magama kwenza umahluko.