IMBONISELO—EFUNDWAYO Julayi 2016
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 29 ukuya kuSeptemba 25, 2016.
Bazinikela Ngokuvumayo—EGhana
Ukukhonza apho kukho indingeko yabavangeli boBukumkani, kunamahla-ndinyuka, kodwa kukwanazo neengenelo ezininzi.
Funa UBukumkani, Kungekhona Izinto
UYesu uchaza isizathu sokuba simele singazithandi izinto eziphathekayo.
Kutheni Simele ‘Sihlale Silindile’?
Izinto ezintathu ezinokulwenza buthathaka ukholo lwethu ukuba asilumkanga.
“Musa Ukoyika. Mna Ngokwam Ndiza Kukunceda”
UYehova uzingqine engumhlobo othembekileyo xa sinexhala naxa sijongene nobunzima.
Ukuba Nombulelo Ngobubele Obungasifanelanga BukaThixo
Yiyiphi eyona ndlela ibalaseleyo uThixo abubonakalise ngayo ububele obungasifanelanga ebantwini?
Shumayela Iindaba Ezilungileyo Zobubele Obungasifanelanga
Ukushumayela ‘iindaba ezilungileyo zoBukumkani’ kububalaselisa njani ububele obungasifanelanga bukaThixo?
Imibuzo Evela Kubafundi
Kuthetha ntoni ukudityaniswa kweenduku ezimbini okuchazwe kuHezekile isahluko 37?