Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 4 2017 | Ithini IBhayibhile Ngobomi Nokufa?

UCINGA NTONI?

Ngaba xa sisifa kuthande uThixo? IBhayibhile ithi: “[UThixo] uya kuzisula zonke iinyembezi emehlweni abo, kungabi sabakho kufa.”​ISityhilelo 21:4.

Le Mboniselo ichaza into ethethwa yiBhayibhile ngobomi nokufa.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

Umbuzo Obhida Abaninzi

Ekubeni zingafani izinto abantu abazicingayo ngento eyenzeka emntwini xa efile, ngaba ikho indawo esinokufumana kuyo iimpendulo esinokuzithemba?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ithini IBhayibhile Ngobomi Nokufa?

Ngaba kukho indawo eqhubeka iphila emva kokuba siswelekile? Ngaba sinomphefumlo ongafiyo? Baphi abantu abafileyo?

Xa Umntu Omthandayo Egulela Ukufa

Amalungu entsapho anokumonga aze amthuthuzele njani umntu wawo ogulela ukufa? Abantu abongayo banokwenza ntoni ukuze bamelane nendlela abaziva ngayo xa umntu wabo egula?

UElias Hutter Nenguqulelo Yakhe YesiHebhere Ebangel’ Umdla

UElias Hutter, umphengululi weminyaka yoo-1700, owapapasha iiBhayibhile ZesiHebhere ezimbini ezazibangel’ umdla ngokukhethekileyo.

Isiqinisekiso Esisifumana Koyena Nobumba WesiHebhere Mncinci

UYesu wayebonisa ntoni xa wayethetha ngoyena nobumba mncinci?

IParadesi Emhlabeni​—Ngaba Liphupha Nje?

Kuyo yonke imbali yoluntu bekusoloko kuthethwa ngeparadesi eyalahleka emhlabeni. Ngaba loo paradesi iya kuze iphinde ibekho?

Ithini IBhayibhile?

Kubonakala ngathi amaxhala yinto abasoloko benayo abantu. Ngaba baya kuze bakhululeke?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Abantu Besifa?

Impendulo yeBhayibhile kulo mbuzo iyathuthuzela kwaye inika ithemba.