IMBONISELO Novemba 2012 | Yintoni Ongathanda Ukuyibuza UThixo?

Funda iimpendulo ezisuka eBhayibhileni ngemibuzo emi-3 exhaphakileyo: Ngaba ubomi bunayo injongo? Kwenzeka ntoni kuthi xa sisifa? Kutheni uThixo ekuvumela ukubandezeleka?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Sifanele Simbuze UThixo?

Sinokuzifumana phi iimpendulo ezanelisayo kwimibuzo ebalulekileyo ngobomi? Ngaba singambuza uThixo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Umbuzo 1: Ngaba Ubomi Bam Bunayo Injongo?

Abantu abaninzi bacinga ukuba imali nodumo zezona zinto ziphambili ebomini, kodwa kukho okungakumbi.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Umbuzo 2: Kuza Kwenzeka Ntoni Xa Ndisifa?

Abantu abaninzi boyika into eyenzeka emva kokufa. Funda oko kufundiswa yiBhayibhile.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Umbuzo 3: Kutheni UThixo Endiyeka Ndibandezeleke

IBhayibhile itsho phandle ukuba uThixo akanakubekwa ityala ngokubandezeleka. Ngoko ke, kutheni abantu abangenatyala bebandezeleka?

IBhayibhile Iyabutshintsha Ubomi Babantu

Ibhinqa elalinomsebenzi owanelisayo, umngcakazi nendoda eyayiphlelwe litheba ebomini balufumana njani ulonwabo lokwenene?

Ngaba Ubusazi?

Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile ziziphi iipeni neeinki ezazisetyenziswa? Umpostile uPawulos wayesenza hlobo luni lweentente?

FUNDA KWILIZWI LIKATHIXO

Ngaba UThixo Uza Kuzisa Urhulumente Oza Kulawula Ihlabathi Lonke?

Kwihlabanti lonke abantu baneengxaki. Ngaba lo mlawuli wehlabathi unokuba sisicombululo?

IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE

Indlela Yokuhlangabezana Namatyala

Iintsapho zingenza ntoni xa kunzima ukuphuma ematyaleni?

SONDELA KUTHIXO

“Yintoni Ayibizayo Kuwe UYehova?”

UThixo ulindele ntoni kwabo bafuna ukumnqula? Ngaba abantu abangafezekanga bangakwazi ukumkholisa uThixo?

IMIBUZO YABAFUNDI

Ngaba Ukunqula Kukuzimela Ngesebe Lenkawu?

Kunokukhuthaza ukholo olungasekelwanga ntweni, iBhayibhile isibongoza ukuba sihlale sithe qwa, sisebenzise ingqiqo size sifune ubungqina.

Izifundo Endizifunda EBhayibhileni

Ngubani owenza imvula? Kutheni siyifuna nje? Sebenzisa esi sifundo seBhayibhile ukuze ufundise abantwana bakho ngoThixo nendalo yakhe.

Inkundla YaseYurophu Ixhasa Ilungelo Lomntu Lokungayi Emkhosini Ngenxa Yesazela Sakhe

Funda ngesi sigqibo sibalulekileyo esisetyenziswa ngawo onke amazwe aseYurophu.