IMBONISELO Disemba 2012 | Eyona Nto Ibhetele KuneKrismesi

Wena, ucinga ukuba yintoni eyona nto imele ibe phambili kweli xesha lonyaka? Ngaba ikhona into ebhetele kunayo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuphela Kwefuthe LeKrismesi

Ukuba kunye nentsapho nabahlobo, ukunceda abasweleyo nokukhumbula uYesu—zonke ezi zinto zibalulekile. Yintoni eyona nto ibaluleke kakhulu?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukukhumbula UYesu Kristu

Yiyiphi eyona ndlela sinokumzukisa size simkhumbule ngayo uYesu?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Uvuyo Olubangelwa Kukupha

Izipho zeKrismesi zisoloko zibangela ukucinezeleka kunokuvuya. Yiyiphi imigaqo yeBhayibhile enokunceda?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukunceda Abasweleyo

ILizwi likaThixo lisikhuthaza ukuba unyaka wonke masibe nobubele nesisa. Lisinika liphi icebiso?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuchitha Ixesha Kunye Nentsapho

Iintsapho ezininzi zikhangela phambili ekubeni kunye zize zinandiphe ixesha elimnandi leKrismesi. Kutheni ilucelomngeni nje le nto kwabanye?

INQAKU ELINGUMXHOLO

“Uxolo Phakathi Kwabantu Abakholekileyo”

Yintoni enokunceda abalandeli bakaYesu banandiphe uxolo lokwenyaniso nolungasoze luphele?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Bafumene Eyona Nto Ibhetele

Izigidi zamaKristu aziyibhiyozeli iKrismesi. Avakalelw njani sisigqibo asenzileyo?

IMIBUZO YABAFUNDI

Kutheni Abanye Abantu Bengayibhiyozeli IKrismesi?

Khawufunde ngezizathu ezine ezibangela ukuba izigidi zabantu abamthandayo uYesu zingayibhiyozeli iKrismesi.

SONDELA KUTHIXO

Ngaba Libhaliwe Igama Lakho ‘Kwincwadi Yokukhumbuza’ KaThixo?

Iyintoni le ncwadi yaye yintoni omele uyenze ukuze igama lakho libhalwe kuyo?

IBALI LOBOMI

Ekugqibeleni Ndiyifumene Inkululeko Yokwenene!

Funda indlela uMaria Kilin awaphila ngayo njengebanjwa kwintolongo yaseMntla Korea, nendlela inyaniso yeBhayibhile eyamnceda ngayo wafumana inkululeko yokwenene.

FUNDA KWILIZWI LIKATHIXO

Kwakutheni Ukuze UThixo Athumele UYesu Emhlabeni?

Funda ngesizathu sokuba uYesu eze emhlabeni nokuba thina singenelwa njani namhlanje.

Ngaba Uyakholelwa Ukuba Ukhe Waphila Ngaphambili?

Baninzi abantu abakholelwa ekuzalweni ngokutsha. Kodwa ngaba iBhayibhile iyafundisa ngako?

Ngaba Ubusazi?

Funda ngetyuwa noLwandle Olufileyo nokubaluleka kwengqekembe yedrarhma ngexesha likaYesu.

Yinto Endiza Kuyithini Le Ndizifake Kuyo?

Funda indlela umvangeli waseBenin awayifunda ngayo intetho yezandla ukuze ancede abantu abangevayo basondele kuThixo.

Ukusetyenziswa Kwezithambiso Ngamaxesha Okubhalwa KweBhayibhile

Yintoni eyayisetyenziswa ngamabhinqa amaxesha okubhalwa kweBhayibhile ukuze abe mahle kakhulu?

“Imbali Ayixoki”

NgoAprili 1, 1951, amakhulu-khulu amaNgqina kaYehova ase-Estonia agxothelwa eSiberia. Kwakutheni?

FUNDISA ABANTWANA BAKHO

UYotham Wahlala Ethembekile Phantsi Kwazo Nje Iingxaki Zakowabo

Kwanokuba abazali bakho abangobakhonzi bakaThixo, unokusondela njani kuye?