IMBONISELO Februwari 2013 | Oko Sikufunda KuMoses
Makhe sithethe ngeempawu ezintle ezintathu awayenazo uMoses size sibone noko sinokukufunda kuye.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Wayengubani UMoses?
Le ndoda ithembekileyo ihlonitshwa gqitha ngamaKristu, amaYuda, amaSilamsi nabanye abantu. Wena ucinga ntoni ngaye?
INQAKU ELINGUMXHOLO
UMoses—Indoda Eyayinokholo
UMoses wayenokholo olomeleleyo kuba ubomi bakhe wabuphila ejonge kwizithembiso zikaThixo. Ungenza njani ukuze ube nokholo olufana nolwakhe?
INQAKU ELINGUMXHOLO
UMoses—Indoda Eyayithobekile
Abaninzi bathi ukuthobeka bubuthathaka. UThixo yena ulujonga njani olu phawu? UMoses walubonisa njani?
INQAKU ELINGUMXHOLO
UMoses—Indoda Eyayinothando
UMoses wamthanda uThixo kunye namaSirayeli. Sifunda ntoni kumzekelo wakhe?
SONDELA KUTHIXO
‘UnguThixo . . . Wabaphilayo’
UThixo unamandla okuphelisa ukufa esebenzisa uvuko. Siqiniseke kangakanani eso sithembiso?
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
“Babefuna Ndizibonele Ngokwam Oko Kufundiswa YiBhayibhile”
ULuis Alifonso wayefuna ukuba ngumvangeli weeMormon. Ukufundiswa kwakhe iBhayibhile kwabutshintsha njani ubomi bakhe?
IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE
Xa Umntwana Wakho Enesiphene
Funda ngeengxaki ezi-3 neendlela zokusebenzisa ubulumko beBhayibhile ukuze uzoyise.
Yintoni “INcwadi YeVangeli KaYudas”?
Yintoni le ibhalwe nguYudas, umfundi owangcatsha uYesu? Ngaba imele itshintshe indlela esibuqoda ngayo ubuKristu?
Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
Ukuba uThixo wadala yonke into, akungebi ke noMtyholi lo wadalwa nguye? Khawuve oko kuthethwa yiBhayibhile.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ikhadi LeBhayibhile LikaEsawu
UEsawu wabonisa njani ukuba akazixabisi izinto ezingcwele? Printa eli khadi leBhayibhile ukuze ufumane impendulo.
Ngaba Unenceba?
Phanda ngokunzulu kulo mzekelo womSamariya olungileyo, uze ubone ukuba ziziphi izifundo onokuphuma nazo.