Fundisa Abantwana Bakho
Bazali, fundisani abantwana benu izifundo ezibalulekileyo eziseBhayibhileni ngala mabali.
Intshayelelo
Njengoko ukhulisa abantwana, unokufumana ulwalathiso kumazwi akwincwadi yeDuteronomi.
ISIFUNDO
Imfihlelo Esikuvuyelayo Ukuyazi
IBhayibhile isichazela ngemfihlelo ebalulekileyo ethi ‘yimfihlelo engcwele.’ Awungethandi ukuyazi?
ISIFUNDO
URebheka Wayefuna Ukuvuyisa UYehova
Simele senze ntoni xa sifuna ukufana noRebheka? Funda ibali lakhe uze uve ngaye.
ISIFUNDO
URahabhi Wayenokholo KuYehova
Funda indlela uRahabhi nentsapho yakhe abasindangayo xa kwakutshatyalaliswa iYeriko.
ISIFUNDO
Wavuyisa Utata Wakhe Kunye NoYehova
Sisiphi isithembiso eyasigcinayo intombi kaYafete? Sinokuyixelisa njani?
ISIFUNDO
USamuweli Waqhubeka Esenza Okuhle
Unokumxelisa njani uSamuweli uze wenze okuhle nokuba abanye abantu benza izinto ezimbi?
ISIFUNDO
UDavide Wayengoyiki
Funda eli bali leBhayibhile limnandi ukuze uve ukuba yintoni eyanceda uDavide angoyiki.
ISIFUNDO
Ngaba Ukhe Uzive Uwedwa Kwaye Usoyika?
Yintoni uYehova awayithetha kuEliya xa wayeziva ngathi uyedwa? Unokufunda ntoni wena kwinto eyenzeka kuEliya?
ISIFUNDO
UYosiya Wayeneetshomi Ezilungileyo
IBhayibhile isixelela ukuba kwakungekho lula ngoYosiya ukuba enze izinto ezilungileyo. Funda ngendlela iitshomi zakhe ezamnceda ngayo.
ISIFUNDO
UYeremiya Akazange Ayeke Ukuthetha NgoYehova
Kwakutheni ukuze uYeremiya aqhubeke ethetha ngoYehova nangona abantu babehlekisa ngaye okanye becaphuka?
ISIFUNDO
UYesu Wayemamela Ngalo Lonke Ixesha
Ngamany’ amaxesha kunzima ukumamela abazali. Khawufunde indlela onokukunceda ngayo umzekelo kaYesu.
ISIFUNDO
Abhala NgoYesu
Funda ngababhali abasibhozo ababephila kunye noYesu baza babhala ngobomi bakhe.
ISIFUNDO
UBukumkani Obuya Kulawula Wonke Umhlaba
Kuza kuba njani emhlabeni xa kulawula uYesu? Uyafuna ukuphila ngelo xesha?