Ingenzeka into yokuba uphile ubomi obumnandi ngonaphakade?
Ungathi . . .
ewe?
hayi?
mhlawumbi?
ITHINI IBHAYIBHILE?
“Umhlaba uza kuba ngowamalungisa, ibe aza kuhlala kuwo ngonaphakade.”—INDUMISO 37:29.
INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE INGAKUNCEDA NJANI?
Ingakunceda wonwabe uze uhlale ngoxolo nentsapho nabahlobo bakho kwixesha elizayo.—YEREMIYA 29:11.
Ingakunceda uphile kamnandi ngoku nangonaphakade.—INDUMISO 22:26.
SINGAYITHEMBA INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE?
Ewe singayithemba. Ukuze ubone ukuba kutheni sinokuyithemba, sicela ufunde izifundo ezithathu ezikule ncwadana. Imixholo yazo ithi: