Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Masaneleni

Masaneleni

Dawunlowuda:

  1. 1. Zonke izinto ezintle

    Kuba ngathi zizosonwabisa.

    Ukuba sizifuna zonke,

    Siza kuba sengxakini.

    (CHORUS)

    Masaneleni.

    UYehov’ uzos’ nceda.

    Masaneleni sizovuya.

    Masaneleni,

    Sizokukhululeka

    Masaneleni sizovuya.

  2. 2. Sinendlu yokuhlala,

    Ukutya kwanempahla.

    Uk’ba siyonela zezizinto,

    Sizovuya s’benoxolo.

    (CHORUS)

    Masaneleni.

    UYehov’ uzos’ nceda.

    Masaneleni sizovuya.

    Masaneleni,

    Sizokukhululeka

    Masaneleni sizovuya.

    (BRIDGE)

    Uyabona xa s’zama.

    Uzosisikelela.

    UThixo uyas’thanda.

    Asoze asiphoxe.

    Yena siyamthemba.

  3. 3. Kumnand’ uba nezintw’ ezimbalwa!

    Sonwabile asinamaxhala.

    Sikhonz’ uThixo s’khululekile,

    Simnika konk’ esinako.

    (CHORUS)

    Masaneleni.

    UYehov’ uzos’ nceda.

    Masaneleni sizovuya.

    Masaneleni,

    Sizokukhululeka

    Masaneleni sizovuya.

    (CHORUS)

    Masaneleni.

    UYehov’ uzos’ nceda.

    Masaneleni sizovuya.

    Masaneleni,

    Sizokukhululeka

    Masaneleni sizovuya.