Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

“Siphile Kamnandi”

“Siphile Kamnandi”

Dawunlowuda:

  1. 1. Yonk’ into intle, zange kwabanje, akhomntu ugulayo.

    Asoyik’ into; sonke sonwabile,

    Side sakhululeka.

    Masibuke indalw’ entle, siza kuvuya.

    Siyenzelwe nguYehova, kuba esthanda.

    (PRE-CHORUS)

    Maslinde, sekuza kulunga

    (CHORUS)

    Sizocula sivuya xa kupheliswe eli hlabathi.

    UThix’ uza kwenza siphil’ ubomi obumnandi.

    Obumnandi!

  2. 2. Syasebenza, silungis’ umhlaba—sonke sizimisele.

    Sonwabile, sisebenza sivuya—wonk’ umntu uyahleka.

    Soze siyek’ ukuvuya—sibebuhlungu.

    Kuzobamnand’ eParades; sonwabe kunye.

    (CHORUS)

    Sizocula sivuya xa kupheliswe eli hlabathi.

    UThix’ uza kwenza siphil’ ubomi obumnandi.

    Obumnandi!

    (BRIDGE)

    Mand’linde, ndicinge ngalo mini i-, izayo.

    Ilapha, kudala siyilindile ngomonde

    (CHORUS)

    Sizocula sivuya xa kupheliswe eli hlabathi.

    UThix’ uza kwenza siphil’ ubomi obumnandi.

    (CHORUS)

    Sizocula sivuya xa kupheliswe eli hlabathi.

    UThix’ uza kwenza siphil’ ubomi obumnandi.

    Obumnandi!

    (ENDING)

    Siphile—siphile

    Kamnandi.

    Siphile—siphile

    Kamnandi.

    Siphile—siphile

    Kamnandi.

    Siphile—siphile

    Kamnandi.