Yiba Nesibindi
Dawunlowuda:
Amazwi
1. Uvuka kwa
Kuseni,
Athandazele a,
Bantwana bakhe
Nabazalwana:
“Tata s’ncede s’thembeke.”
Xa kukho ubunzima,
Akaye anikezele,
Uba nobubele.
Le ngoma—uhlal’ eyikhumbula:
(CHORUS)
‘Nzakuqinisa.
Ungoyiki.
Nzakuba nawe.
Ndikuncede.’
Yiba nesibindi.
Le yingoma yakhe.
“Ewe woba nawe,
Akukhathalele.”
(BRIDGE)
Ngoku lixesha lo-Kuba asebenze—
Akanalo nethemba.
Udibana na—
Bahlobo bakhe,
Ngoko akanaxhala.
2. Uyanyuka
Ngamaphiko
Njengentak’ ibhabha.
Unomsebenzi—
Amele awenze—
Ngoko uvel’ athandaze.
Udinwe nokudinwa—
Kodwa uyanyamezela
Le ngoma impha
Amandla, imnceda kakhulu:
(CHORUS)
‘Nzakuqinisa.
Ungoyiki.
Nzakuba nawe.
Ndikuncede.’
Yiba nesibindi.
Le yingoma yakhe.
“Ewe woba nawe,
Akukhathalele.”
“Ewe woba nawe,
Akukhathalele.”