Inkcazelo Ebangel’ Umdla—
- Abemi—321 773 600
- Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
- Amabandla—
- Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261
UMSEBENZI WOKUPAPASHA
Kusasazwa Iindaba Ezilungileyo Ngeelwimi Zomthonyama EIreland NaseBritani
AmaNgqina kaYehova enza umgudu okhethekileyo wokufikelela abantu abafunda okanye abathetha isiGaelic saseSkotlani, isi-Irish nesiWelsh. Abantu baye basabela njani?
UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI
Ukushumayela Emagqagaleni—EIreland
Enye intsapho ichaza indlela eye yasondelelana ngayo ngoxa ishumayela emagqagaleni eIreland.
IZIGANEKO EZIKHETHEKILEYO
INdibano Ekhethekileyo EIreland
AmaNgqina kaYehova eDublin, eIreland, amkela iindwendwe ezazize kwiNdibano Ekhethekileyo Ka-2012 enomxholo othi, ‘Londoloza Intliziyo Yakho!’ Funda ngoko abanye abantu abakutshoyo ngesi siganeko.