AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Japan

  • ETokyo, eJapan—AmaNgqina kaYehova asebenzisa iwebhsayithi ethi jw.org ukuze ashumayele ngesigidimi seBhayibhile kwibhinqa elingevayo

  • EKamaishi, eJapan​—AmaNgqina KaYehova ancokola nabantu abahlala kwiindawo zokwexeshana abasinde kwinyikima nakwitsunami ezazikho ngo-2011

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

UMSEBENZI WOKUPAPASHA

Ividiyo: Indlela Ezenziwa Ngayo IiBhayibhile EJapan

Bona indlela esinceda ngayo isakhiwo ekuprintwa kuso iiBhayibhile eJapan ukuze abantu abasehlabathini bafumane iiBhayibhile.

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Kuyasa Kwilizwe LaseJapan

Iikharavani ezazakhiwe ngokukhethekileyo ezibizwa ngokuba “ngooYehu” zanceda kumsebenzi wokushumayela ngoBukumkani eJapan.