Yiya kwinkcazelo

Amanqaku Ebikwiphepha Lokuqala

 

Iindlela Zokuphila Ezibalulekileyo Nezisenza Sonwabe

Abaninzi bathi: ‘Ukuba ilungile kuwe, yenze. Yenza into efunwa yintliziyo yakho.’ Ngaba bubulumko loo nto? Funda ngemilinganiselo yokuziphatha eseBhayibhileni nonokuyithemba.

Ungayilawula Njani Indlela Obusela Ngayo Utywala?

Izinto eziyi-5 ezinokukunceda ulawule indlela osela ngayo xa unestres.

Abantu Abaninzi Baziva Bebodwa

Yintoni enokukunceda?

 

Kubalulekile Ukuba Nobubele KuThixo

Ngaba ufanele uyikhathalele into yokuba nobubele kubantu bonke? UThixo ulujonga njani olu phawu?

Yayaphi Intlonipho?

Funda apha ubone ukuba yintoni enokunceda uhloniphe isiqu sakho, abanye nobomi.

 

Isizathu Sokuba Sifune UThixo

Funda indlela ukuba nobuhlobo noThixo okunokukubangela ngayo ukuba wonwabe uze uphile ubomi obunenjongo.

Ndinokwenza Njani Xa Ndihlutshwa Ngumntu Kwi-intanethi?

Oko umele ukwazi noko umele ukwenze ukuze uzikhusele

Ukuze UKUZE Ube NjengoYesu, Yiba Ngumntu . . .

UYesu wayemane ebonisa iimpawu ezisibhozo ubomi bakhe bonke.

Isuka Phi Iholide Ekuthiwa YiHalloween?

Nokuba amasiko nemvelaphi yeHalloween yeyobuhedeni, ngaba ibalulekile loo nto?

Uxolo Emhlabeni—Luya Kubakho Njani?

Funda ngesithembiso sikaThixo sokuzisa uxolo emhlabeni ngoBukumkani bakhe.

Ukufumana Ulonwabo Lokwenene

Lo Vukani! uthetha ngendlela icebiso elifumaneka eBhayibhileni elingakunceda ngayo.