Iinguqulelo ZeBhayibhile
Imigaqo Yokuguqulelwa KweBhayibhile
Imigaqo emihlanu eyasetyenziswayo xa kwakulungiselelwa iNguqulelo Yehlabathi Elitsha.
Kutheni Zininzi Kangaka IiBhayibhile?
Eyona nto iza kukunceda uqonde isizathu sokuba kubekho iinguqulelo zeBhayibhile ezahlukeneyo.
Ngaba INguqulelo Yehlabathi Elitsha Ichanile?
Kutheni iNguqulelo Yehlabathi Elitsha yahluke kangaka kwezinye iiBhayibhile?
Banomsebenzi Wokuguqulela “Izibhengezo Ezingcwele ZikaThixo”—Roma 3:2
AmaNgqina kaYehova asebenzise iinguqulelo zeBhayibhile eziliqela kule minyaka idlulileyo. Kutheni eye aziguqulelela iBhayibhile yawo ngesiNgesi sale mihla?
Inguqulelo Yolwimi LwaseSiriya—Isikrobisa Kwiinguqulelo Zamandulo ZeBhayibhile
Le Bhayibhile yamandulo ingqina ukuba ezinye iiBhayibhile zale mihla zongezelele iivesi ezazingekho kwimibhalo yamandulo.
IBhayibhile kaBedell—Inyathelo Elincinane Elaba Luncedo
Le nguqulelo yaba yeyona ibalulekileyo kangangeminyaka eyi-300.
Kufunyenwe Inguqulelo YeBhayibhile Eyayilahlekile
Bukela ibali elibangela umdla elithetha ngenguqulelo yeBhayibhile ebalulekileyo eyayilahlekile yaza yafunyanwa emva kweminyaka engaphezu kweyi-200.
UElias Hutter Nenguqulelo Yakhe YesiHebhere Ebangel’ Umdla
UElias Hutter, umphengululi weminyaka yoo-1700, owapapasha iiBhayibhile ZesiHebhere ezimbini ezazibangel’ umdla ngokukhethekileyo.
Ubuncwane Obebufihliwe Kangangeenkulungwane
Funda indlela inguqulelo yeBhayibhile yolwimi lwaseGeorgia endala neyaziwayo eyafunyanwa ngayo.
Ukwazisa ILizwi LikaThixo Mandulo ESpeyin
Abantwana besikolo abakhuphela iZibhalo kwizileyiti bafana njani nabantu ababethubelezisa iBhayibhile?
IBhayibhile YesiGeorgia
Imibhalo-ngqangi yeBhayibhile yesiGeorgia Esidala yabakho kwaphakathi kwinkulungwane yesihlanu C.E okanye ngaphambi koko.
Ukwaziwa Kwegama LikaThixo NgesiSwahili
Funda indlela igama likaThixo, uYehova, elavela ngayo eBhayibhileni.