Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

JW LANGUAGE

Support for Android

Support for Android

IJW Language yenziwe ngamaNgqina KaYehova ngokusemthethweni ukuze incede abantu abafunda olunye ulwimi bakwazi ukuluthetha kakuhle nokuze baphucule ubuchule babo entsimini nakwiintlanganiso.

 

Izinto Ezintsha KuVersion 2.5

  • Uncedo Kwigrama: Bona indlela amagama ahlukeneyo azitshintsha ngayo izivakalisi nto leyo ekunceda ubone indlela igrama nezivakalisi zolo lwimi ulufundayo ezakhiwe ngayo. Tshintsha amagama akwisinye abe kwisininzi, akwixesha elizayo abe kwixesha elidlulileyo nangezinye iindlela.

Phawula:

  • Oonobumba besiRoma abafumaneki kwiGrama okwangoku.

  • Ukuze ufumane izinto ezirekhodiweyo kwiGrama kufuneka uyithethe loo nto kwisixhobo sakho se-elektroniki.

  • Alufumaneki uncedo kwiGrama yesiArabhu nesiJamani.

 

KWELI CANDELO

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza​—IJW Language (KwiAndroid)

Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.